Inguqulelo ka isilonda ingesiNgesi:

isilonda

sore

isibizo (class 7, isininzi izilonda)

  • 1

    sore
    Ukuba unesilonda esandleni sakho, unakho ukosuleleka sisifo If you have a sore on your hand, you could contract a disease

Usetyenziso

The term 'isilonda esikhulu' is a euphemism that refers specifically to cancer.