Inguqulelo ka isingqi ingesiNgesi:

isingqi

rhythm

isibizo (class 7, isininzi izingqi)

  • 1

    rhythm
    Yenzani isingqi ukuze iintshukumo zenu zibe ngaxeshanye Create a rhythm so that your movements are at the same time
  • 2

    footstep
    Wathi akuziva izingqi zeenyawo zakhe, wathi makangene When she heard his footsteps, she called him in