Inguqulelo ka isingxobo ingesiNgesi:

isingxobo

pocket

isibizo (class 7, isininzi izingxobo)

  • 1

    pocket
    sheath
    covering
    Wenza isingxobo ngofele lwegusha wafaka kuso amaphepha He made a sheath with sheep skin and put papers in it