Inguqulelo ka isininzi ingesiNgesi:

isininzi

plural

isibizo (class 7, isininzi izininzi)

  • 1

    inzululwazi geelwimi
    plural
    plural form
    Nika isininzi samagama owanikiweyo Give the plural form of the words given to you
  • 2

    majority
    Isininzi saba bantwana bangaphantsi kweminyaka emihlanu The majority of these children are under the age of five years