Inguqulelo ka isinxibo ingesiNgesi:

isinxibo

attire

isibizo (class 7, isininzi izinxibo)

  • 1

    attire
    things that are worn (clothes, beadwork, etc)
    Abazali banxibe isinxibo esihle sabantu ababomvu The parents are dressed in proper traditional attire