Inguqulelo ka isisila ingesiNgesi:

isisila

bird's tail

isibizo (class 7, isininzi izisila)

  • 1

    bird's tail
    Ndafumbatha isisila sodwa, liphaphile lemka lona ihobe I was left holding the tail only when the dove flew away

Usetyenziso

Don't confuse this word with 'umsila', an animal's tail.