Inguqulelo ka isithandwa ingesiNgesi:

isithandwa

loved one

isibizo (class 7, isininzi izithandwa)

  • 1

    loved one
    sweetheart
    darling
    Wakhumbula isithandwa sakhe ngenye imini uMabhongo wasibhalela Mabhongo remembered his loved one one day and wrote to her
    Ndiyeza, sithandwa sam! I'm coming, my darling!
    Iincwadi wayezibhalela isithandwa sakhe She wrote letters to her sweetheart