Inguqulelo ka isithethi ingesiNgesi:

isithethi

speaker

isibizo (class 7, isininzi izithethi)

  • 1

    speaker
    Isithethi eso nguMnu Sidwaba That speaker is Mr Sidwaba
  • 2

    spokesperson
    Isithethi esimele igqiza leMetro Rescue nguNksz Twala The spokesperson for the Metro Rescue is Ms Twala