Inguqulelo ka isithuba ingesiNgesi:

isithuba

vacancy

isibizo (class 7, isininzi izithuba)

  • 1

    vacancy
    post
    Isithuba esi sifuna umabhalana The vacancy is for a clerk
  • 2

    moment
    Kweso sithuba andibanga nakwenza ngakumbi At that moment, I could not do otherwise
  • 3

    time
    Uthule isithuba eside uMthobeli emamele Mthobeli kept quiet for a long time, listening
  • 4

    space
    Shiya isithuba esaneleyo phakathi kwemihlathi Leave enough space between the paragraphs