Inguqulelo ka isiziba ingesiNgesi:

isiziba

river pool

isibizo (class 7, isininzi iziziba)

  • 1

    river pool
    Satsho sazala isiziba saphuphuma The river pool was so full of water, and it overflowed
  • 2

    piece of cloth
    Urhole isiziba esimhlophe He took out a white piece of cloth