Inguqulelo ka isondlo ingesiNgesi:

isondlo

nutrition

isibizo (class 7, isininzi izondlo)

  • 1

    nutrition
    Isondlo esaneleyo sibalulekile kubo bonke abantwana abancinane Getting sufficient nutrition is important for all small children
  • 2

    maintenance
    support
    Ndilapha nje ndize kunyanzelisa isondlo somntwana I am here to enforce the child support (grant)