Inguqulelo ka iswekile ingesiNgesi:

iswekile

sugar

isibizo (class 9)

  • 1

    sugar
    Kufuneka uWeziwe azigalele iitispuni zibe ne zeswekile Weziwe should pour four teaspoons of sugar
  • 2

    diabetes
    Ibangelwa yintoni ihayihayi okanye iswekile? What is high blood pressure or diabetes caused by?