Inguqulelo ka ityala ingesiNgesi:

ityala

case

isibizo (class 5, isininzi amatyala)

  • 1

    case
    lawsuit
    Ityala lichotshelwe enkundleni namhlanje The case was heard in court today
  • 2

    debt
    Ityala elingaka uza kulihlawula njani? How are you going to settle such a huge debt?
  • 3

    account
    bill
    Ndalihlawula ityala lakwaTelkom I paid the account from Telkom
    → Synonym of iakhawunti
  • 4

    offence
    Wenze ityala; ube imali He committed an offence; he stole money