Inguqulelo ka ityalike ingesiNgesi:

ityalike

church

isibizo (class 9, isininzi iityalike)

  • 1

    (building)
    church
    Ndineenjongo ukwakha ityalike phaya I aim to build a church over there
  • 2

    (service)
    Ndodibana naye etyalikeni ngomso I'll meet him at church tomorrow