Inguqulelo ka ixhala ingesiNgesi:

ixhala

anxiety

isibizo (class 5, isininzi amaxhala)

  • 1

    anxiety
    fear
    Ixhala lakhe yayikukubanjwa ayokufakwa etrongweni His fear was that he would be arrested and put in jail