Inguqulelo ka ixhoba ingesiNgesi:

ixhoba

victim

isibizo (class 5, isininzi amaxhoba)

  • 1

    victim
    Ixhoba malithathwe ngoko nangoko lisiwe kugqirha The victim must be taken to the doctor immediately
  • 2

    prey
    Ixhoba sisilwanyana esizingelwayo size sityiwe Prey is an animal which is hunted and eaten