Inguqulelo ka iziko ingesiNgesi:

iziko

fireplace

isibizo (class 5, isininzi amaziko)

  • 1

    fireplace
    Lumkela, iziko liseshushu Be careful, the fireplace is still hot
  • 2

    centre
    institution
    IZiko leeLwimi likhuthaza zonke iilwimi The Centre for Languages encourages all languages