Inguqulelo ka kakubi ingesiNgesi:

kakubi

badly

isihlomelo sobunjani

  • 1

    badly
    Ndifunda kakubi I read badly
    Sukuziphatha kakubi Do not behave badly
    Ndiphuphe kakubi kobu busuku baphezolo I dreamt badly last night