Inguqulelo ka khatha ingesiNgesi:

khatha

of putting into

isifanekisozwi

  • 1

    of putting into
    of slipping into
    Emva koko ndiyithe khatha epokothweni After that, I slipped it into my pocket
  • 2

    of having a bad habit
    Naye wayesuke wathiwa khatha ngumbilini, wahlala esoyika She also had a habit of extreme uneasiness; she was always afraid