Inguqulelo ka lalo ingesiNgesi:

lalo

her/his/its

isimnini

  • 1

    her/his/its
    Xa kongezwe unothi kulo naliphi na inani, alitshintshi ixabiso lalo When zero is added to any number, its value does not change
  • 2

    her/his/its
    Usapho lwathengela ihashe lalo isali The family bought its horse a saddle