Inguqulelo ka mbi ingesiNgesi:

mbi

(she/he/it) is bad

isibanjalo

  • 1

    (she/he/it) is bad
    Mbi umsebenzi wale ndoda The work of this man is bad
  • 2

    (she/he/it) is ugly
    UThandi mfutshane yaye mbi Thandi is short and she is also ugly