Inguqulelo ka mtsha ingesiNgesi:

mtsha

(she/he) is new

isibanjalo

  • 1

    (she/he) is new
    Lo mfama mtsha akanazinkomo zininzi This farmer is new, he does not have many cattle
  • 2

    (she/he) is young
    Mtsha lo mfazi kaSonwabo Sonwabo's wife is young
  • 3

    (it) is new
    Lo mgaqo-siseko mtsha This constitution is new