Inguqulelo ka namhlanje ingesiNgesi:

namhlanje

today

isihlomelo sexesha

  • 1

    today
    Makhulu, andikho mnandi tu namhlanje Grandmother, I am not well today
  • 2

    today
    nowadays
    Namhlanje kulula ukuthetha nomntu oseRhawutini Nowadays it is easy to speak to someone in Johannesburg