Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika nazo in isiXhosa

: nazo1nazo2

nazo1

there (they) are

isibandawo

  • 1

    there (they) are
    Nazo izilo zingena ziphuma kula mahlathi There are the animals coming in and out of the forest

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika nazo in isiXhosa

: nazo1nazo2

nazo2

with (them)

isihlomelo sobandakanyo

  • 1

    with (them)
    Ugoduke nazo izityebi? Did you go home with the rich people?
  • 2

    (they) too
    even (they)
    Neemfene nazo zaxhentsa Even the baboons were dancing