Inguqulelo ka nca ingesiNgesi:

nca

of remaining close to

isifanekisozwi

  • 1

    of remaining close to
    of being loyal to
    Ube sisibonda sokuqala ukuthana nca norhulumente He was the first headman to be loyal to the government
  • 2

    of clinging to
    of staying close to
    Yena wafumanisa ukubu inkosi yezi nyosi ithe nca ngasevilini lemoto He noticed that the chief of the bees was staying close to the wheel of the car