Inguqulelo ka ngabo ingesiNgesi:

ngabo

through (them)

isihlomelo sesixhobo

  • 1

    through (them)
    by means of (them)
    Kufuneka senze umzekelo ngabo abantu We should make an example through these people
  • 2

    about (them)
    Cinga ke ngabo abantu So think about the people
  • 3

    through (it)
    by means of (it)
    Amakhenkwe afumana ubusi emthini, enza imali ngabo The boys found honey in the tree and made money through it
  • 4

    about (it)
    Aba bantu bathetha ngabo ubusi These people are talking about it, the honey