Inguqulelo ka ngaphakathi ingesiNgesi:

ngaphakathi

inside

isalathandawo

  • 1

    inside
    privately
    in her/his heart
    Ngaphakathi wayefuna ukumazi ngakumbi lo mntwana unje In his heart, he wanted to know this child more
  • 2

    inside
    within
    internally
    Kwakulayitwe izibane zikagesi ngaphakathi apha It was lit up inside here with gas lights