Inguqulelo ka ngaphaya ingesiNgesi:

ngaphaya

over there

isalathandawo

  • 1

    over there
    ULoyce noBilly babehleli ngaphaya etafileni ukusuka kum Loyce and Billy were sitting over there at the table after I left
  • 2

    at/to/from/in/on … the other side
    Ilanga latyhoboza ngaphaya kwamafu The sun broke through from the other side of the clouds

Usetyenziso

The adverb 'ngaphaya' is always followed by 'kwa-' plus a noun.