Inguqulelo ka ngaphesheya ingesiNgesi:

ngaphesheya

across

isalathandawo

  • 1

    across
    at/to/from/in/on … the other side
    Asinakuwelela ngaphesheya, asilinikwanga igunya We can't cross over to the other side, because we have not been given permission
    Ndiza kuqala ndicholachole iinkuni ngaphesheya komlambo I am going to pick up wood from the other side of the river

Usetyenziso

The adverb 'ngaphesheya' is always followed by 'kwa-' plus a noun.