Inguqulelo ka ngayo ingesiNgesi:

ngayo

through (them)

isihlomelo sesixhobo

  • 1

    through (them)
    by means of (them)
    Sebenzisa le mifanekiso ngokuchaza ibali ngayo Use these pictures by describing a story through them
  • 2

    through (her/him/it)
    by means of (her/him/it)
    Ugalela iparafini esitovini aze apheke ngayo She pours paraffin into the stove and cooks by means of it
  • 3

    about (them)
    Funda imibuzo ze uthethe ngayo Read the questions and talk about them
  • 4

    about (her/him/it)
    Nceda ufunde le ncwadi ze uthethe ngayo Please read this book and talk about it