Inguqulelo ka ngokulula ingesiNgesi:

ngokulula

easily

isihlomelo

  • 1

    easily
    Iingozi zingenzeka ngokulula gqitha emachibini okudada Accidents can happen easily in swimming pools
  • 2

    easily
    effortlessly
    Unakho ukuyiphatha ngokulula xa uhamba, ayisindi You can carry it easily when you walk; it is not heavy