Inguqulelo ka ngokwazo ingesiNgesi:

ngokwazo

on their own

isihlomelo

  • 1

    on their own
    by themselves
    Zinamandla ngokwazo iipilisi zobuthongo kuba ziyenza indoda ilale cum ingathi ifile These pills are strong on their own because they make a man sleep like a baby
  • 2

    themselves
    Izicaka zingagqiba umsebenzi ngokwazo The servants can complete the work themselves