Inguqulelo ka ngqo ingesiNgesi:

ngqo

of going straight

isifanekisozwi

  • 1

    of going straight
    of going directly
    Uphume nje wangqala ngqo evenkileni phesheya kwesitrato She just left and went straight to the shop across the street
  • 2

    of being exact
    of being precise
    Sifuna imilinganiselo ethe ngqo We need precise measurements
  • 3

    of being straight