Inguqulelo ka noko ingesiNgesi:

noko

however

isihlanganisi

  • 1

    however
    though
    after all
    Emva koku noko asizange siphinde sibone siphazamiso singako endleleni After this, however, we did not see much disturbance on the road again, after all
    Kwakucaca noko ukuba abantu babefuna ukugoduka It was clear, though, that most of the people wanted to go home