Inguqulelo ka nonke ingesiNgesi:

nonke

all (of you)

isimelabizo soquko

  • 1

    all (of you)
    Nonke nibhuda nje, aninalwazi ngale nto You are all confused, you have no information on this issue