Inguqulelo ka nqwadalala ingesiNgesi:

nqwadalala

(nqadalala)

isifanekisozwi

  • 1

    of gathering in big numbers
    Amadoda ayesel'ethe nqwadalala ngasebuhlanti ngoMgqibelo Men were already gathered next to the kraal on Saturday