Inguqulelo ka ntoni ingesiNgesi:

ntoni

what?

isibuzi

  • 1

    what?
    what thing?
    Nifuna ntoni apha egadini yam? What do you want here in my garden?
    Ucebisa ntoni wena? What do you advise?
    Ucinga ntoni? What do you think?