Inguqulelo ka obomvu ingesiNgesi:

obomvu

red

isibaluli

  • 1

    red
    Faka umbala obomvu kubo bonke oonxantathu Colour in all the triangles red
  • 2

    traditional
    without school education
    Umntu obomvu akazi nto konke ngejowgrafi yoMzantsi Afrika An uneducated person does not know anything about South African geography

Usetyenziso

The sense of 'obomvu' in Sense 2 comes from the Xhosa tradition of wearing clothes or blankets coloured with red earth.