Inguqulelo ka obuninzi ingesiNgesi:

obuninzi

much

isiphawuli

  • 1

    much
    a lot of
    Ubomi bakhe obuninzi wabuchithela kuGatyana He spent much of his life at Willowvale
    Bathenga utywala obuninzi They buy a lot of alcohol