Inguqulelo ka olunye ingesiNgesi:

olunye

one

isiphawuli

  • 1

    one
    Khuthaza abafundi ukuba bafunde ngaphezu kolwimi olunye Encourage learners to learn more than one language
  • 2

    another
    Olunye uhlobo lobusela kukuba izimvo zabanye abantu uzenze ezakho Another kind of theft is to steal the opinions of other people and to make them your own