Inguqulelo ka omdaka ingesiNgesi:

omdaka

dirty

isibaluli

  • 1

    dirty
    Umntwana omdaka akamkelekanga esikolweni A dirty child is not welcome at school
  • 2

    brown
    Khangela ilizwe laseOstreliya apha emephini ze ulifake umbala omdaka Look for the country of Australia there on the map and colour it brown
  • 3

    bad
    evil
    Umkhuba wakho omdaka uphanzile Your bad habit has failed
    Isiporho siyoyikeka kuba sithathwa njengomoya omdaka A ghost frightens us because we regard it as an evil spirit