Inguqulelo ka omhlophe ingesiNgesi:

omhlophe

white

isibaluli

  • 1

    (colour)
    white
    Ubhijele umtya omhlophe apha entanyeni yenkomo He twisted a white rope around the cow's neck
  • 2

    (people)
    white
    pale-skinned
    Kukho ingxaki echaphazela umfundi omhlophe There is a problem that affects the white student