Inguqulelo ka omkhulu ingesiNgesi:

omkhulu

big

isiphawuli

  • 1

    big
    large
    Babasa umlilo omkhulu They lit a big fire
  • 2

    big
    major
    important
    Wayewufezile umsebenzi omkhulu He completed a major job
  • 3

    adult
    senior
    Kanene wena Mfuzo akumameli xa umntu omkhulu ethetha By the way, you Mfuzo, you don't listen when an adult person speaks