Inguqulelo ka omncinci ingesiNgesi:

omncinci

small

(omncinane)

isiphawuli

  • 1

    small
    little
    Wathwala umnqwazi omncinci odla ngokuthwalwa yimigewu He wore a small hat that is usually worn by tsotsis
  • 2

    small
    young
    Umntwana omncinci akakwazi kuziguqukela A young child cannot turn around on her own