Inguqulelo ka ophantsi ingesiNgesi:

ophantsi

below

isibaluli

  • 1

    below
    under
    UXam waya kungena emngxunyeni wakhe ophantsi kwamanzi Crocodile went into his hole under the water
    Umntu ophantsi kweempembelelo zotywala uyangxola A person under the influence of liquor makes a noise
  • 2

    (price, number or standard)
    low
    Umgangatho ophantsi wokufunda uyanyaniswa nobuhlwempu A low standard of reading is associated with poverty
  • 3

    (sound)
    low
    quiet
    "Unyanisile, Mfuneko," watsho ngomoya ophantsi uThantaswa "You are speaking the truth, Mfuneko," said Thantaswa in a low voice