Inguqulelo ka phambili ingesiNgesi:

phambili

in front

isihlomelo

  • 1

    in front
    in front of
    before
    Ixhego lahamba phambili ingamantombazana ngasemva The old man went in front, with the young girls at the back
  • 2

    ahead
    forward
    UVusi wajonga phambili Vusi looked ahead