Inguqulelo ka phantsi ingesiNgesi:

phantsi

down

isihlomelo

  • 1

    down
    Ntshilibe, hlala phantsi Ntshilibe, sit down
    Mababhale phantsi amabali abo They must write down their stories
  • 2

    below
    under
    beneath
    Inkuku yayiphumle phantsi komthi wepopo The hen sat under the pawpaw tree
    Phantsi kwebhedi kukho ibhokisi

Usetyenziso

When you use this word in Sense 2 (meaning 'below', 'under', 'beneath') it is usually followed by kwa-.