Inguqulelo ka phezulu ingesiNgesi:

phezulu

high up

isalathandawo

  • 1

    high up
    on top
    Phezulu kwiintaba zaseLesotho, abelusi babesalusa imihlambi yabo High up in the Lesotho mountains, the shepherds used to mind their herds

Usetyenziso

'Phezulu' is often followed by 'kwa-'.