Inguqulelo ka qhu ingesiNgesi:

qhu

isifanekisozwi

  • 1

    of being full of something
    Indlu ibizele qhu ngamadoda nabafazi belali The house was filled with the men and women of the village
    Abantu babephethe iibhaskithi ezizele qhu ziintlobo-ntlobo zeziqhamo nemifuno The people carried baskets filled with different types of fruit and vegetables