Inguqulelo ka qhwa ingesiNgesi:

qhwa

of being very white

isifanekisozwi

  • 1

    of being very white
    Amazinyo akhe mahle amhlophe qhwa Her teeth are beautiful and very white
  • 2

    of making a loud noise
    of banging
    Iibhaloni zithe qhwa The balloons went "bang"